Inguqulelo ka -tsalela ingesiNgesi:

-tsalela

ring

isenzi + isenzela

  • 1

    ring
    dial
    phone
    Sitsalela umakhulu umnxeba yonke imihla We phone grandmother every day
    → Synonym of -fowunela
  • 2

    attract
    pull towards
    Imagnethi itsalela imethali kuyo A magnet attracts metal