Inguqulelo ka -tyeba ingesiNgesi:

-tyeba

be fat

isenzi

  • 1

    be fat
    become fat
    gain weight
    Ukuba utya ngokugqithisileyo uyatyeba If you over eat, you become fat
  • 2

    become rich
    become wealthy
    Umalume watyeba ngenxa yokuthengisa iinkomo ezininzi My uncle became rich from selling many cows