Inguqulelo ka -vuma ingesiNgesi:

-vuma

accept

isenzi

  • 1

    accept
    admit
    confess
    acknowledge
    Ngenene ndiyavuma ndim unobangela Honestly, I accept that I am the cause
  • 2

    agree
    Siyavuma ukuyenza yonke into ekufuneka yenziwe We agree to do all that needs to be done
  • 3

    allow
    Utata uyavuma ukuba ndihambe ngetekisi My father allowed me to go in the taxi
  • 4

    sing
    UNdyilo uvuma kammnandi Ndyilo sings well