Inguqulelo ka -vuthela ingesiNgesi:

-vuthela

blow

isenzi

  • 1

    (musical instrument)
    blow
    Ndasivuthela isigodlo, afika abantu I blew the horn, and people came
  • 2

    blow
    Vuthela umoya kule bhaloni Blow air into this balloon