Inguqulelo ka -vuthwa ingesiNgesi:

-vuthwa

ripen

isenzi

  • 1

    ripen
    Ibomvu ipesika kukuvuthwa? Is a peach red when it has ripened?
  • 2

    be cooked
    Ingathi iza kuvuthwa le nyama embizeni yam It seems the meat will be cooked in my pot