Inguqulelo ka -wisa ingesiNgesi:

-wisa

let fall

isenzi + isenzisa

  • 1

    let fall
    make fall
    drop
    UNokhwezi wawisa izandla okomntu kanye otyhafileyo Nomakhwezi dropped her hands just like a weak person
  • 2

    (laws or rules)
    set
    make
    Urhulumente uwisa umthetho The government sets the rule
  • 3

    slaughter
    UFikizolo wawisa etyetyisiweyo inkabi yenkomo Fikizolo slaughtered the fattest ox