Inguqulelo ka -xela ingesiNgesi:

-xela

mention

isenzi

  • 1

    mention
    say
    Xela iilwimi zibe ntlanu ezithethwayo eMzantsi Afrika Mention five languages that are spoken in South Africa
  • 2

    report
    tell someone
    inform
    Mandikhe ndiye kuxela endlwini enkulu ukuba ndisahamba Let me go to the main house and report that I am still coming
  • 3

    mean
    Iphupha lakho lixela ntoni na? What does your dream mean?