Inguqulelo ka -xoxa ingesiNgesi:

-xoxa

discuss

isenzi

  • 1

    discuss
    Le nto babeyixoxa bada bafikelela kwizigqibo They discussed this matter until they reached some decisions
  • 2

    debate
    argue
    Ubhuti wam uyandingxolisa xa sixoxa My brother scolds me when we argue
  • 3

    bark
    Izinja zixoxa impuku emngxunyeni The dogs bark at a mouse in the hole