Inguqulelo ka -xoxwa ingesiNgesi:

-xoxwa

be discussed

isenzi + isenziwa

  • 1

    be discussed
    Le mibuzo ibikhe yaxoxwa eklasini These questions were discussed in class
  • 2

    be debated
    Sixoxe ngengongoma ethi: "Bopuphi obungcono: ubomi basedolophini nobasemaphandleni?" We debated this topic: "City life and rural life: which is better?"
  • 3

    be barked at
    Inyamakazi ixoxwa zizinja iphume etyholweni The animal is barked at by the dogs till it comes out of the bush