Inguqulelo ka -xuba ingesiNgesi:

-xuba

mix

isenzi

  • 1

    mix
    blend
    combine
    Baxuba intlabathi, isamente kunye namanzi They mix sand, cement and water
    Xuba iswekile nebhotolo Mix sugar and butter