Inguqulelo ka -yaleza ingesiNgesi:

-yaleza

entrust

isenzi + isenzisa

  • 1

    entrust
    Kuloo mthandazo ulusizi uNolusapho wayaleza abazali bomzi wakhe In that sad prayer, Nolusapho entrusted her in-laws to God
  • 2

    instruct
    inform
    Umongameli wayaleza ukuba naye wobakho emngcwabeni kaManeli The president informed people that he was also attending Maneli's funeral