Inguqulelo ka -yeka ingesiNgesi:

-yeka

stop

isenzi

  • 1

    stop
    Yeka Mazo, uza kundoyikisa ngakumbi Stop Mazo, you will frighten me even more
  • 2

    allow
    let
    Khawuyeke abafundi batreyise okanye bazobe imephu Please allow the learners to trace or draw the map
  • 3

    leave
    leave alone
    Yeka aba bantu, mfo wam Leave these people alone, my son