Inguqulelo ka -yila ingesiNgesi:

-yila

make

isenzi

  • 1

    make
    create
    form
    Wayila amaqumrhu okanye iinkampani ezavula isuphamaketi He started organisations or companies that established a supermarket
  • 2

    design
    plan
    invent
    UA.G. Bell wayila ifowuni A.G. Bell invented the phone