Inguqulelo ka -yilwa ingesiNgesi:

-yilwa

be made

isenzi + isenziwa

  • 1

    be made
    be created
    be formed
    be composed
    Ezi zizibongo eziyilwa logama kubongwayo These are poems that are composed while praising
  • 2

    be designed
    be planned
    be invented
    Oololiwe bayilwa kwiminyakana nje engama-200 eyadlulayo Trains were designed about 200 years ago