Inguqulelo ka -za ingesiNgesi:

-za

come

isenzi

  • 1

    come
    Uyeza? Are you coming?
    Khawume, ndiyeza! Please wait, I'm coming!
    Yiza apha, uzokubona Come here, and you'll see
    Yiza apha umzuzu nje Come here just for a minute
    UNomaneji weza phambi kokuphuma kwelanga Nomaneji came before the sun came up