Inguqulelo ka -zalisa ingesiNgesi:

-zalisa

fill up

isenzi + isenzisa

  • 1

    fill up
    UXhashiza uthulule amasi wazalisa iemele enkulu Xhashisa poured the sour milk and filled up a big bucket
  • 2

    fill in
    Zalisa le fomu uyisayine wakugqiba Fill in this form and sign it afterwards