Inguqulelo ka -zuza ingesiNgesi:

-zuza

benefit from

isenzi

  • 1

    benefit from
    gain
    Le ngxelo ithi abakhi bazuza kwinkqubo iVukuzakhe This report states that the builders benefited from the Vukuzakhe programme
    Abafundi bazuza lukhulu xa bethetha ngolwimi befunda nemithetho yalo Learners gain a lot when they speak and learn about the language and its rules
  • 2

    win
    Umbhali wazuza ibhaso lokuqala ngencwadi yakhe The author won the first prize for his book
  • 3

    earn
    Ngesitena sebhotolo uZweni wazuza ama-R20 For a block of butter Zweni earned R20
  • 4

    get
    UDyakalashe wazuza ithuba lokunyubelezela aye emzini wakhe Jackal got a chance to sneak out and went to his house