Inguqulelo ka alo ingesiNgesi:

alo

her/his/its

isimnini

  • 1

    her/his/its
    Ngamehlo alo abukhali, ixhalanga liyayibona into efileyo ikude With its sharp eyes, the vulture can see something dead far away
  • 2

    her/his/its
    Ukhuphiswano lunomtsalane ngenxa yamabhaso alo ancumisayo A competition attracts many people because of its good prizes