Translation of aluhlaza in English:

aluhlaza

green

relative adjective

  • 1

    green
    Le mithi iza kube ithwele amagqabi aluhlaza kungekudala These trees will have green leaves very soon
  • 2

    unripe
    Yeka amafiya aluhlaza, khetha avuthiweyo Leave the unripe figs and choose the ripe ones
  • 3

    rude
    uncouth
    Mhlawumbi amadoda aluhlaza aya kuza elizweni lethu asidubule Perhaps the uncouth men will come to our land and shoot us