Inguqulelo ka amadala ingesiNgesi:

amadala

old

isiphawuli

  • 1

    old
    ULindi waqokelela amalaphu amadala wenza ihobe Lindi collected old pieces of cloth and made a dove
  • 2

    older
    adult
    senior
    Kukho amakhwenkwe amadala namancinci There are older boys and young ones
  • 3

    elderly
    old
    Abantwana basele namaxhego amadala The children are left with the elderly men