Inguqulelo ka bani ingesiNgesi:

bani

who?

isibuzi

  • 1

    who?
    whom?
    Ngubani lo? Who is this?
    Ngoobani aba? Who are these?
    Uza kuhamba nabani? Who will you go with?
    Uhlala nabani? Who do you live with?
    Wanceda bani? Whom did you help?
  • 2

    (only when asking what a person's name is)
    what?
    Ngubani igama lakho? What is your name?