Inguqulelo ka bawo ingesiNgesi:

bawo

its

isimnini

  • 1

    its
    Umfazi ufundiswa ukuhlonipha umzi nabantu bawo A married woman is taught to respect the household and its people
  • 2

    their
    Amadoda aza kubonana nabafazi bawo The men will meet their wives
  • 3

    its
    Nawuphi na umhlaba unakho ukulinywa nokuba ubunini bawo buthini Any land may be farmed, regardless of its ownership
  • 4

    their
    Iziqhulo zamaXhosa zibonisa ubunzulu bawo bokumazi umntu The jokes of Xhosa people show their depth of understanding of a person