Inguqulelo ka bayo ingesiNgesi:

bayo

their

isimnini

  • 1

    their
    Imifuno iziindidi ngeendidi kwaye abantu bayo bayayazi The vegetables are different types and their people know them
  • 2

    her/his/its
    Indlu yowiso-mthetho yephondo kufuneka ityumbe abathunywa bayo The provincial legislature must appoint its delegates
  • 3

    their
    Imigqala yayigosogoso kunzima nokuyithelekelela ubude bayo The crowbars were crooked and it was difficult to estimate their length
  • 4

    her/his/its
    Le ndoda ifuna ukusicuntsulela kubulumko bayo This man wants to give us a bit of his wisdom