Inguqulelo ka bazo ingesiNgesi:

bazo

their

isimnini

  • 1

    their
    Bezikho izinxiba-mxhaka nabantwana bazo kuloo msitho There were graduates and their children at that occasion
  • 2

    their
    Thina sigcina izinto ezilahliweyo ngabantu bazo We keep things which have been discarded by their owners
  • 3

    their
    Izitya zibekwa ngobukhulu bazo The dishes are arranged according to their size
  • 4

    their
    Izingwe zaziwa ngoburhalarhume bazo Tigers are known for their viciousness