Inguqulelo ka ekubeni ingesiNgesi:

ekubeni

that

isihlanganisi

  • 1

    that
    Wagqiba ekubeni athenge iwotshi She decided that she would buy the watch
    Bagqiba ekubeni bathathe uhambo oluya kude They decided that they should take a long journey
  • 2

    while
    meanwhile
    whereas
    Abantu abaninzi batya kakhulu, ekubeni abanye belamba Many people eat too much, while others starve