Inguqulelo ka elifutshane ingesiNgesi:

elifutshane

short

isiphawuli

  • 1

    short
    Wayengumhleli wephephandaba okwexesha elifutshane He was the editor of a newspaper for a short time
    Bhala ibali elifutshane ngabantu abakule foto Write a short story about the people in this photo