Inguqulelo ka elimdaka ingesiNgesi:

elimdaka

dirty

isibaluli

  • 1

    dirty
    Amagxa am ayegqunywe nje kuphela lilaphu elimdaka My shoulders were only covered by a dirty cloth
  • 2

    brown
    Ihashe elimdaka lilahlekile The brown horse is lost