Inguqulelo ka eluhlaza ingesiNgesi:

eluhlaza

green

isibaluli

  • 1

    green
    Emnyazini kwakukho imifuno eluhlaza In the basket, there were green vegetables
    Uphuphe ehamba kwilizwe elihle elinengca eluhlaza She dreamt that she was walking in a beautiful country with green grass