Inguqulelo ka embi ingesiNgesi:

embi

bad

isiphawuli

  • 1

    bad
    unpleasant
    Imo yezulu embi ingunobangela weengozi ezininzi Bad weather is the cause of many accidents
  • 2

    bad
    evil
    Angandenza into embi kangaka uSipho? Can Sipho do such a bad thing to me?
  • 3

    ugly
    Mna ntombazana embi andizisoli ngokubanje I, the ugly girl, am not sorry for being like this