Inguqulelo ka emihle ingesiNgesi:

emihle

beautiful

isiphawuli

  • 1

    beautiful
    pretty
    AmaSan azoba imizobo emihle emaweni kulo lonke eli loMzantsi Afrika San tribes draw beautiful pictures on the cliffs in the rest of South Africa
    Abantwana benze imisebenzi emihle esikolweni namhlanje The children did good work at school today
  • 2

    good
    Abantwana besikolo bamele ukwenza imisebenzi emihle ekuhlaleni School children should do good deeds in the community