Inguqulelo ka emva ingesiNgesi:

emva

after

isihlomelo

  • 1

    after
    Emva kokuphulaphula, phendulani imibuzo After listening, answer the questions
  • 2

    behind
    UNomathidala ke, wasala emva So, Nomathidala remained behind
  • 3

    back
    behind
    Ndijike ndajonga ngemva I turned and looked back
  • 4

    at the back
    Ufike wahlala emva He arrived and sat at the back