Inguqulelo ka endala ingesiNgesi:

endala

old

isiphawuli

  • 1

    old
    Bathi abayifuni inkosi endala They said they do not want an old chief
  • 2

    older
    adult
    senior
    Ekugqibeleni kwathetha indoda endala In conclusion, an older man spoke