Inguqulelo ka enjalo ingesiNgesi:

enjalo

of that kind

isibaluli

  • 1

    of that kind
    like that/those
    Imihlathi enjalo ibonisa izimvo ezahlukeneyo Paragraphs of that kind show different ideas
    Asiyityi thina inyama enjalo apha ekhaya We do not eat meat of that kind here at home