Inguqulelo ka enzulu ingesiNgesi:

enzulu

deep

isibaluli

  • 1

    deep
    Xa kuyiwa kweliya lizwe kuwelwa imilambo enzulu When you go to that country you cross deep rivers
  • 2

    deep
    complex
    detailed
    Impendulo iza kunika intsingiselo enzulu The answer will give you a deep meaning
  • 3

    (emotions)
    deep
    intense
    Kwaba yintlungu enzulu enganiki themba It was a deep sadness, with no hope