Inguqulelo ka esibi ingesiNgesi:

esibi

bad

isiphawuli

  • 1

    bad
    unpleasant
    Mhlawumbi wayesoyika isililo esibi sehagu Perhaps she was afraid of the unpleasant cry of the pig
  • 2

    bad
    evil
    Loo nto isisithuko esibi That's a bad insult
  • 3

    ugly
    Kwiintsomi zamaXhosa unoQolomba lo yayisisilo esibi In isiXhosa folktales noQolomba is an ugly animal