Inguqulelo ka eyakhe ingesiNgesi:

eyakhe

her/his (own)

isimnini

  • 1

    her/his (own)
    hers/his
    Kufuneka umfundi ayilungise ngokwakhe eyakhe imicimbi The learner should solve her own affairs herself
  • 2

    her/his (own)
    hers/his
    Umfana wayithengisa eyakhe ivenkile wafumana intywenka yemali The young man sold his own shop and got a lot of money