Inguqulelo ka ezaa ingesiNgesi:

ezaa

those over there

isikhombisi

  • 1

    those over there
    Hlamba ezaa zitya, mntwana am Wash those dishes over there, my child
    Mfo wam, chola ezaa nkozo uzitye My man, pick up those grains over there and eat them