Inguqulelo ka ezimhlophe ingesiNgesi:

ezimhlophe

white

isibaluli

  • 1

    white
    Umfana unxibe izihlangu ezimhlophe nebhulukhwe ende A young man is wearing white shoes and long trousers
    Utata wam akaguganga, yena akanazo iinwele ezimhlophe My father is not old, he does not have white hair