Inguqulelo ka folokohlo ingesiNgesi:

folokohlo

of falling lifelessly

isifanekisozwi

  • 1

    of falling lifelessly
    Ekugqibeleni imithi yaza kuthi folokohlo phantsi kwelo hlathi likaMtshiza At last, the trees fell down (lifelessly) in Mtshiza's forest
  • 2

    of collapsing
    of falling onto something
    Wathi folokohlo ukuhlala esitulweni He collapsed into the chair