Inguqulelo ka geqe ingesiNgesi:

geqe

of being separate

isifanekisozwi

  • 1

    of being separate
    Ngoku ke uDubhayi selenomzi wakhe othe geqe kowakokwabo Dubhayi now has his own homestead that is separate from his family's
  • 2

    of lying next to something
    Ecaleni kwazo kwakuthe geqe iibhotile ezimbini zewayini Next to them lay two wine bottles
  • 3

    of finishing
    Uthe ukuba awuthi geqe umthandazo yawuthatha inkosikazi yakhe When he finished praying, his wife started