Inguqulelo ka ibakala ingesiNgesi:

ibakala

stage

isibizo (class 5, isininzi amabakala)

  • 1

    stage
    standard (in education)
    level
    Waqhuba wema kweliphi ibakala emfundweni? Up to which stage did he progress in education?