Inguqulelo ka ibanga ingesiNgesi:

ibanga

(school) grade

isibizo (class 5, isininzi amabanga)

  • 1

    (school) grade
    Ufunda kweliphi ibanga? In which grade is he?
    UJoseph ukwiBanga lesi-3 Joseph is in Grade 3