Inguqulelo ka ibhayisekile ingesiNgesi:

ibhayisekile

bicycle

isibizo (class 9, isininzi iibhayisekile)

  • 1

    bicycle
    Ibhayisekile enye inamavili amabini One bicycle has two wheels
    Indoda ifike emsebenzini ikhwele ibhayisekile The man arrived at work on a bicycle