Inguqulelo ka ibhinqa ingesiNgesi:

ibhinqa

woman

isibizo (class 5, isininzi amabhinqa)

  • 1

    woman
    female person
    Kudala ibhinqa lalinconywa ngobukhulu besiqu In the olden days, a woman was appreciated for her big build