Inguqulelo ka ibhodi ingesiNgesi:

ibhodi

isibizo (class 9, isininzi iibhodi)

  • 1

    board (of a company or organisation)
    Sisalinde isigqibo seBhodi We are still waiting for the decision of the Board
  • 2

    board
    blackboard
    chalkboard
    Utitshala ubhale ngetshokhwe ebhodini The teacher wrote with chalk on the board