Inguqulelo ka ibutho ingesiNgesi:

ibutho

isibizo (class 5, isininzi amabutho)

  • 1

    people of the same age group
    Ibutho lokuqala yayileleempobole zamaxhego The first group of the same age was composed of old men
  • 2

    regiment
    Waya wandulula ibutho lamadoda ukuba liye kuphuthuma uBusisiwe eSwazini He delegated a regiment of men to bring back Busisiwe from Swaziland