Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika iCawa in isiXhosa

: iCawa1icawa2

iCawa1

Sunday

isibizo (class 9, isininzi iiCawa)

  • 1

    Sunday
    ICawa lusuku oluzolileyo Sunday is a quiet day
    Zininzi iivenkile ezivuliweyo ngeCawa There are many shops that are open on a Sunday

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika iCawa in isiXhosa

: iCawa1icawa2

icawa2

church

(icawe)

isibizo (class 9, isininzi iicawa)

  • 1

    church
    Bacele inxiwa lokuba bakhe icawa They requested a site to build a church