Inguqulelo ka icebiso ingesiNgesi:

icebiso

advice

isibizo (class 5, isininzi amacebiso)

  • 1

    advice
    Xa unengxaki umzali wakho uya kukunika icebiso elifanelekileyo When you have a problem, your parent will give you good advice
    Bonke ootitshala bam bandinika amacebiso alungileyo kakhulu All my teachers gave me very good advice

Usetyenziso

This word can be used in the plural in isiXhosa. In English, 'advice' is only used in the singular.