Inguqulelo ka idangatye ingesiNgesi:

idangatye

flame

isibizo (class 5, isininzi amadangatye)

  • 1

    flame
    blaze
    Amadangatye omlilo angabanengozi The flames of a fire can be dangerous