Inguqulelo ka idini ingesiNgesi:

idini

sacrifice

isibizo (class 5, isininzi amadini)

  • 1

    sacrifice
    Siyabulela kuwe Madiba ngokuzenza idini khona ukuze sikhululeke isizwe We are grateful to you, Madiba, for being a sacrifice so that the nation could be free
    Ndenza idini ngekamva lam ndayeka isikolo kwiBanga le-10 I sacrificed my future by leaving school in Grade 10